Namhlanje ndinishaya ngama throw backs... Nazi iiUpdates zoo Admin - TopicsExpress



          

Namhlanje ndinishaya ngama throw backs... Nazi iiUpdates zoo Admin bale page kwii walls zabo... Kwanele Junior once wrote: Sekufuneka umntu abe catious xa ekwezi shower zase Res. Ukuwa kwesepha yakho, you must apply la rule yokuwela indlela uyi remix(e) nale yokutshintsha ilane kwi test ye drivers licence... Look righ, look left, look right again, uthi jap ne rear view mirror(look behind) ugqibelise nge blind spot, both sides, uchole isepha yakho. Nendlela ogoba ngayo ibe nesdima, ungasuke udunuse nje nakanjani... Xolela Nkombisa once wrote: Umntu seyezihlalela yedwa, ingqondo isekula meko yasekhayeni, le yokuba xa umntu ephethe iplate yakhe, aqale nge nyama kuba engafuni kuthi xa kufika undwendwe kuthathwe le piece ekwi plate yakhe. Uwowu, ukubhadla yeny into, ndaziwa ndili rasta ke phofu eCawa... Tstststs. Chris Once wrote: Yhoo amanzi awekho? Ncncnc, ndisizela aba bangahlambanga izolo ebusuku. Phofu no baby apha ecaleni kwam ugqibele izolo ekuseni, kodwa ke yena ungcono akayi ndawo. Khaniyeke ndivuke ndinxibe ndizophangela... Funky once wrote: When days are dark friends are few. U Siya uhlala kwi flat ene garage kodwa akana moto, seyenomona ngokuba ndiyofihla imoto yam kwakhe till ndilungise indaba ye installment yale nyanga. Lomntu ke akonqeni ukundivusa ngo 1am ecela ukhatshwa ayolanda icheri yakhe eclub(ini). Nx... Lady F once wrote: Zizinja nyhani amadoda. This guy was behind me kwa Spar splashing compliments about my looks, unfortunately I miscalculated so I was short nge R5 something. The cashier put aside my stuff. This guy forked out a R200 note to pay for a lousy pack of earbuds. His change was R188.50, kunani ukuba andihlangule? Nx isuke yanyantsula lanto yayophuma ngomnyango, phofu izigqogq indlebe kwangezi earbuds. Sies... Bomi wrote: Ill always be a Pirates supporter noba ityiwa kangakanani na or kangaphi na. Nam ndiyatyiwa mos, and zange ndafuna ukuba ngunongendi ngenxa yalonto, infact kumnand utyiwa nawe uphinde utye ixesha xa livuma. Ne Pirates yam mos ikhe ibatye noo Chiefs aba banemilom emikhulu ngathi yilantuka etyiwa qho... Lol. Logic once wrote: Madoda, before nitshate, ndicela nisele ibhotile ye whiskey noba yeyiphi 1 man iphele, then nibhale uForever phantsi in Bold letters, usuka apho nikhuphe iphone, nijonge iipictures zababantu nifuna ukuba tshata. Xa senizijonge for 30min, nitshaye izoli, yona ke izokwenza the same picture ubone umfazi wakho xa seyeqalwa yingugo, while at it, umane ufunda la forever. Ugqiba kwakho uyodlula noba kukweyiphi itertiary institution, uthi chuu ngo 10km/h... Ukuba uyenzile lonto waygqiba, wabe usamile ekubeni uzotshata lomntu onaye. Go ahead, ugqatso ulufezile... #LIHLE...
Posted on: Tue, 13 Jan 2015 09:55:49 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015