Nanku umpoposho bakhaya bam. 1.amaxhosa afunde kakhulu,that is why kubanzima ugqiba sentence ungalumelanga ngesilungu.and ayikho ithe 100% Xhosa phaya kwi Group Description. 2.if iPost yakho awuyiboni.yazi ba isusiwe bcz uphume emxholweni waleGroup. 3.if ukhona ozalwayo ngomso angandixelela mna,Nicky,or Nasiphi#Admins#kwenzele simxhome lapha ekuseni. Ndiyanithanda akhulu.nilale kakuhle bekumnandi banani.mna ndisasebenza hoku.
Posted on: Thu, 04 Sep 2014 18:49:51 +0000