Nanku usistaz ne story sakhe!!!!!!! Ndicela undipostele bhut and - TopicsExpress



          

Nanku usistaz ne story sakhe!!!!!!! Ndicela undipostele bhut and help me by hiding my identity. Ndiyintombazana ena 21 years,ndinomntwana oyi1.ekhaya sibahlanu nd asibanazali.my brother got a train accident in 2011 nd lost his job..ekhaya ndihlala nomntwanam qha, my siblings are also staying alone at my grandfathers house in Mpumalanga..ndihlala emkhukhwin ongekhosafe at all kuba xa kunetha ndifana nomntu ohlel phandle ndisendlin..ndiphila ngegrant yomntana wam iR310 my problem is im studyin so kwale encinc imal mele ndiyicuyele itransport and that is hard coz sometimes silala singatyanga nomntanam kungekho kwa into yokulayta endlin....now im thinking dat andizukwaz ukubuyela eskolwen nxtyr coz kulonyaka ndihlupheke kakhul ngetransprt....kunzima kakhulu kum kuba ndiyasthanda iskolo kodwa andaz ba ndizoyithathaph mali yokuqhubeka...another thing is now is xmas time umntanam akanampahla ze xmas..,bantwana basekhaya abanakutya phapho bekhona I just feel like dying coz andifun bahlupheke neither my son but I cant do otherwise plz advise guys kudilwa njan nesimo esinje enkos admin.Tell me xa ufakile
Posted on: Thu, 11 Dec 2014 09:49:42 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015