Nceda undifihle,kukho iou endithandana nayo ndisando dibana - TopicsExpress



          

Nceda undifihle,kukho iou endithandana nayo ndisando dibana nayo.ngemini esaqala ngayo uhlangana ndavele ndamthanda esandimisa estratweni ndema,kanti naye uzothetha ngothando.savumelana kwangko .emva koko ubane endixelela uba unexhala ingathi uzondi-loser n akafuni kundiloser kuba uyandithanda.namhlanje kubekho into ethi mandimbuze isiduko sakhe.wandisokolisa ukundixelela ,de wazixela.uthe ungudlami,wazithutha ke de wanguye nozizi .kanti nam ndingumadlamini ndikwalizizi,qha iziduko zethu azifani xa sele sizithutha,yilendawo kadlamini nezizi edibanayo.andazi ndithi ndiyamthanda naye futhi uyandithanda futhi akakholelwa uba siyazalana kuba inguye oqale wazixela.ndithini bethuna.kamnandi asikalali sobabini,kodwa ndiyamthanda.ingabe siyazalana nalobhuti?
Posted on: Wed, 03 Jul 2013 11:29:54 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015