Ndibone inja ngo see kuGATYANA ethetha nje ngomntu ayikwazi ukhonkotha ibisiwe epolice station ngabahlali hayi ndifuna transfer ndigoduke ndiyazoyika zimanga zalapha ndoyika nam uzibona sendikhonkotha ndingakwazu thetha ndatsho ndacinga nalanto kuthwa inkomo ingazala umntu kuthwa ikhona apha eyazala umntu Hayi maGatyana amahle ndivumeleni ndithwale imigodlo yam ndigoduke ndiyanesaba #shaking# kukoyika ezimela
Posted on: Thu, 16 Oct 2014 16:00:55 +0000
Trending Topics
Recently Viewed Topics
© 2015