Ndibulise kuni Bangcwele Ndingu cc ona 21 with 3 siblings with - TopicsExpress



          

Ndibulise kuni Bangcwele Ndingu cc ona 21 with 3 siblings with different father ndineminyaka eyi21 ndihlala apha kulo mjondolo uMama wam umane ebamba ipiece job inoba 2days nge veki sikhulu impilo inzima nyhani ngenceba kaThixo ndithe xandigqiba u Matric ndafumana umsebenzi ndakwazi ukuzisa esikolweni ndithenge nento eya phantsi kwempumlo enzele sikwazi ukutya mna nabantwana basekhaya,Ngoku uMama wam akaphilanga une Hiv+ since 2008 eyifumana kwi stepfather sam salomntwana umncinci ingxaki nantsi andisaphangeli kunzima nento yokutya kudala ndihambisa icv kodwa akulungi ndlela izinto zinzima ngayo andisakwazi nokubhala iSchool fees 4 mna Im worried impilo inzima kakhulu nalendawo sihlala kuyo xakunetha imvula ivele ingene yonke and enye into my younger brother ugqiba i matric this year and sele ebhalisile nakwi university bamamkela he applied 4 bursaries ingxaki nantsi ngu january bcoz kumele ubhatale i registration fee imali ibe ingekho...Bangcwele ndicela imithandazo ndifumane umsebenzi enzele ndikwazi ukuba nempilo engcono kunye nabantwana basekhaya
Posted on: Sun, 12 Oct 2014 11:36:56 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015