Ndicela imibono yenu guys, ndingusisi ona29. Ndithandana nalendoda - TopicsExpress



          

Ndicela imibono yenu guys, ndingusisi ona29. Ndithandana nalendoda ndiyayithanda, inomama womtana wathi kum bohlukene kodwa ngenyimini ndafika ndabona endlini yakhe ebekhona umama wengane nomtana. Then mna i decided ukumyeka nje kakuhle futhi ndamxelela andinakunyamezela umntu onomntu wakhe ndiguge kanjena. Ndayeka nokumfounela ngoku nguye umfana ozihluphayo ngam uyafouna oko iphele gungqi iveki ndingayibambi andiwhatsappe uthi usandidinga. Nam ndisamthanda, kodwa andifuni kuchithaxesha lam ngerelationship engezundisa ndawo sendiguge kangaka. Xandithetha ngomamotana wakhe uthi masingathethi ngomnye umntu masithethe ngathi. Ingaba iserious lendoda ngam okanye ndivele ndimyeke unomphelo? Nosva
Posted on: Thu, 17 Oct 2013 20:07:18 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015