Ndicela undifihle admin ndingubhut bendihleli negal friend yam - TopicsExpress



          

Ndicela undifihle admin ndingubhut bendihleli negal friend yam sizonwabele kwafika omnye umfana oyifriend yam uyabalisa ke uba kunalomfo ugalelelwe ipoison etywaleni ubalekiselwe esibhedlele yachiphiza kancinci inyembez igalfriend yam ndone ngoyibuza uba kuthen akakhala umntu.Ndatsho ndakhumbula uba yiex yakhe le isesibhedlele.Haybo ndicela ubuza kuni bahlali ungayikhalela kangaka iex yakho?cz mna andisazi ndendaxakwa kwakumthulisa yindlela ebendinomsindo ngayo.Ngk ebsuku yathi silele ndamva unesngqala usakhala ndamqhwaba ngempama watsho wakhalela into ebhadlileyo bendiwrongo na ngokumbetha cz uyandihlolela mos? #BEYLA
Posted on: Sun, 10 Nov 2013 17:51:04 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015