Ndifihle admin nhe . Ndingu sisi ona 24 ndihlala eGoli - TopicsExpress



          

Ndifihle admin nhe . Ndingu sisi ona 24 ndihlala eGoli ndingowaseMonti ke phofu . Ndadibana nalobhuti last year ungumTswana ke . Wabe endifuna ufunda apha eskolweni .Mna ndenza i 3rd year yena wenza iPHD in nucleur physics and he is also working as a researcher eLab phaya eskolweni . Ingxaki yam is tht ungxolisiwe ubhuti ndibanentloni nokuveza ipics zakhe kwi chomi zam . Uqala kwam uthandana nam ndandingamthandi tuuu qha ngendlela awazibonakalisa ngayo ba uyandithanda . He treats me like a real woman , undikhuphela kwindawo endingazange ndiye kuzo undifake nakwi medical aid yakhe .Undenzela everything efunwa lilady kwaye uyandihlonipha .Aka cheat futhi ,undenzela izinto endingazange ndazenzelwa zezi nonsense zamadoda sendisuka kuwo . Ndiyazizama ba mandimthande kuba endenza Special , Happy and andi treat(e) as a queen . Ingxaki yam ungxolisiwe qha lobhuti and akana style sonxiba ndibanentloni ngaye . Ndithini guys ndicela ingcebiso . A poor man even went to mans clinic 4 circumcision kuba esithi amantombi wamaxhosa awabafuni abantu abangasikwanga wes shame wenze into engenziwayo kwi culture yakhe but he did it 4 me . Ndithini na guys ngayo yonke lento .
Posted on: Thu, 27 Jun 2013 17:42:49 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015