Ndineproblem apha, le ntombi ndithandana nayo sine 10years ngoku - TopicsExpress



          

Ndineproblem apha, le ntombi ndithandana nayo sine 10years ngoku kwaye ndiza kuyitshata, kodwa the way shes so insecure indiza apha kweli khanda lam likhulu. It was a closing function at work and I got so many hugs from ladies and when I got home bendinuka phuu iperfume yamalady, I knew ukuba uzondinyisa lomfazi wam. Sithe sisabukele ugenerations wavela waphakama esithi le perfume yecherry yam iyamhlanyisa ucela ndikhulule le orlando pirates jersey yam bendiyinxibile. She chopped it nge bread knife yazi peices ndabe ndothukile mna yishock. Ndilele intliziyo yam ibuhlungu kakhulu. Ndithini bahlali,n ditshate neli hlanya lomntu maybe zizinto zezithandani ezi I must get used to them? Please ndincedeni bantu, indoda ixakene nomqa wayo. #SENSE
Posted on: Sun, 28 Dec 2014 17:00:37 +0000

Trending Topics



>

Recently Viewed Topics




© 2015