Ndingu cc ozihlalela e coega village oziphangelelayo., ndinomfana - TopicsExpress



          

Ndingu cc ozihlalela e coega village oziphangelelayo., ndinomfana olindakakhulu sina6yrs sithandana.last year umsebenzi wakhe umthumele eking, wandigcinisa imoto yakhe.last month uye wandifownela esithi mandise imoto kowabo kuba kuzayothathwa abantu ePeddie kuba kuzobakho iwork kowabo nam zendiye. Yuu impoxo ebendikuyo kowabo kanti yi gf yakhe noSista bayo aba bebeyolandwa ngalemoto.kuboniswana ngam kule work,ngelo loxesha ubutiza uyandifonela ufunuqondaba injani I work.yhoo bendingamkelekanga tu wesba emva ke work yandifownela le gf indixelela ba mandihlukane nendoda yayo.Ndathi ok cc ndivile.wesba ngulobuti ondicele ukuba zendiye kowabo.hee ndiske ndaxakwa andazba lobuti uphezu kwanton.ndiyamxelelaba its over kum naye akayamkeli lonto.ukhanyela yonke into uthi yena uthanda mna. Qha,ithi le gf. lobuti undimeme kuba ebefuna indibone.lonto nale nonsense yemoto lobuti uyibuyisele kum.mna ke andinalo nexesha layo ndizikhwelela imoto yomsebenzi.iyathandwa. Ke intombi kowabo kuba inamaqithiqithi.andaz nyan what to believe anymo lobuti udlala nge feelings zam.andazba wala kushiya nton kum kuba uyophule intlziyo yam yonke lento yenzeka ndingayicingelanga.ndiske ndanoloyiko andiyazi ezakulandela emva kwale into.
Posted on: Thu, 26 Sep 2013 06:01:13 +0000

Trending Topics



:30px;">
In 1864, Col Kit Carson and his US troops, under orders from the
Čest Rebeláci! V Úterý je poslední trénink, doražte
#1 Cyber Monday Sigma 18-50mm f3.5-5.6 DC Autofocus Zoom
Hormones involved in the menstrual cycle affect far for more than
Lokesh Shanubhoganahalli Venkatesha Murthy, you have always set
Hedman 89350 80-91 4WD&2WD 302W P/U BDEVR1LR 60MPAP 89350 JP6W

Recently Viewed Topics




© 2015