Ndingu mntana oyi ntombazana. Ndithandana nomfana ovana kakhulu no - TopicsExpress



          

Ndingu mntana oyi ntombazana. Ndithandana nomfana ovana kakhulu no Mama wakhe.Uyandithanda umfana lo kakhulu kwaye nam kendiyamthanda, Ingxaki yeyokuba umama lo womfana wam, ubonakala njengomntu ondibona ndingamfanelanga unyana wakhe. Unezinto nje ezi-funny xa ndihleli nonyana wakhe. mhlaumbi avele avule njee egumbini lomfana elingaphandle enga nqonqozanga xa ndihleli naye azifunise izinto ezingekhoyo. Hay ke eyoba makamane emvusa ngentseni libe lisekude nokuba mali phume ilanga amthume ukuba makahambe ayokumenzela lonto azabe eyifuna ngeloxesha. Andimazi nokuba umama lo umfunela enye intombi unyana wakhe okanye kutheni. Ndicela nindicebise ndithini?
Posted on: Fri, 12 Sep 2014 09:19:08 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015