Ndingusisi ongumfazi ngo 2010 ndaye nda cheater so sayenza lento - TopicsExpress



          

Ndingusisi ongumfazi ngo 2010 ndaye nda cheater so sayenza lento nalomfana . Ngo 2011 June wandixelela lomfana ba unesisifo siphandlapha so I must also go test .Ndaya ke yo tester ndazifumanisa ndinayo ,ndaxelela umyeni nyhan naye waya qha wa negative . So wathi from that day asiphindi silale so2 ndizobane room yam kwalapha endlini akazondigxotha or andi divorce .Wathi ke yena uzojola enze yonke into ayifunayo so funeke ndingamthethisi ndiyeke ndivule .Nyhan ke wanayo inkazana imane isiza endlini .Uthi umyeni izobandim ophumayo if ndiyafuna or do whtever I want .Sinabantwana bathathu eloxesha . Ndicela ubuza ndingayithin lento ? Ndingakwaz ukum winner back if I could take him to court ? .Lo ebendisulele andifun nokumbona ndiyamzonda ngento awayenzayo
Posted on: Thu, 25 Jul 2013 11:20:33 +0000

Trending Topics



tbody" style="min-height:30px;">
Bueno gente como dije solo cosas buenas............. aqui esta una

Recently Viewed Topics




© 2015