Ndiphikise ke :v :v :v 1. Ngekhe uzohlukanise iiteachers no tupperware 2. amalady asebenza e salon nokuthanda indaba 3.Amalady asebenza kwa Spar, Pick n Pay nakwa Shoprite ngoku thanda u twiza amashiya ngathi ba sponswa ngu Nike 4. I security guards. nenkani, nothanda uzenza amapolisa 5. Most yamajita azi fashion designers zi gays 6. Most ye taxi drivers own a leather jacket 7. Abasebenzi bakwa maSpala bayathanda uboleka imali ezalayo
Posted on: Sun, 19 Oct 2014 10:01:44 +0000