Ndivuswe ngentsmbi yesine namhlanje. Ibingelopolisa and ingemntu ndimaziyo. Ndithi intliziyo yam iphantse yema ngxi. Izikhulu zikarhulumente nefamily kaMandela ibilapha, kuzofunwa mna. Kuthe kanti ndingumntwana wakhe. Engafi nje ubanjwe ndim. Kuthwa yonke into yakhe ingegama lam. Ezantlanganiso bezimana zibanjwa kwakhe bezingam. Nanjengasihlobo sam sikhulu ndicela undikhaphe, uncede ungandiphoxi unxibe muncwana, mninzi umntu ozobe pha.. Ukhe uziyeke ezazihlangu ziwa amacala. Hahahahahahhaahha nyt ppl
Posted on: Wed, 17 Jul 2013 19:05:28 +0000