Ndiyi ntombi ena 28 years. Ndathandana ne boyfriend yam sisese - TopicsExpress



          

Ndiyi ntombi ena 28 years. Ndathandana ne boyfriend yam sisese High School and we had a baby together…. Ingxaki yam is that ndisando kuva ngenye itshomi yam that my boyfriend cheated on me with my best friend when I was pregnant with his baby,and uthi wayiva lento ngale best friend yam….i best friend yam ke has a child just about the same age nalo wam, ingaba ndiwrongo ngokucinga uba mhlambi naye lo mntana wayo ngowe boyfriend yam? When I corner my boyfriend ngemibuzo uyaphika kodwa ndiyambona ukuba wayenza lento kwaye ke ndiyamazi xa exoka ,I worry yam is that he‘s the one who supports umntana kuba mna andiphangeli….and a don’t want ma child akhule ngaphandle kotata….what do I do?
Posted on: Thu, 11 Sep 2014 09:19:33 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015