Ndiyile type ithi xa into ithathelwe phezulu ndingayihoyi, like - TopicsExpress



          

Ndiyile type ithi xa into ithathelwe phezulu ndingayihoyi, like Ebola, Nigeria saga, Generations etc. de umoya wabantu uhle, kubengona ndisabelayo ke ngoku uba kwenzeka ntoni. Intsasa le yonke oko kukhangelwa isitshixo somnye u sisi/mama kule building. Kwaske kwathi ngoba ayide iyekwe lento okanye sifunyanwe esi sistshixo, ndaphakama ndaya kule ndawo bebene meeting kuyo ndafika ndathi “Bawo, wasenza u Adam no Efa, lo sisi uyabonakala uba uxakeke emphefumlweni nasemva apho asuka khona, abantwana nomyeni nomsebenzi. Wena Thixo ubungasidalelanga ukusebenza, bekumele thina manina sikhulisa abantwana ezindlini…..isimo esikuso sinyanzeleia uba masiphangele.” Ndathi ndisekulomthandazo, kwakho into ethi makhe ndiyocela ukukhangela ngokwam kwi handbag yakhe even though ndisazi uba kudala eyipetsulisa. Xa ndiphuma wangena lo sis wathi “Oh I thank God Katom (bandibiza kanjalo apha) I have found my car keys” Me where, don’t tell me in your bag” her “Yes, in my bag. You know what, I am not right, there is lot in my head. I only came here for this meeting otherwise I am on leave. I feel bad that everybody is up and down looking for my keys, I feel so stupid” ………………………………………. (Heavy sigh)
Posted on: Wed, 15 Oct 2014 10:14:21 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015