Ndiyintombi eneminyaka eyi 24. Ngoku ingxaki yam yile, ekhaya - TopicsExpress



          

Ndiyintombi eneminyaka eyi 24. Ngoku ingxaki yam yile, ekhaya sakhula sisokola ndisemncinane ndandingumntwana othandwa zizilonda ndandisithi xa ndilambile nditye amakhokho ezilonda zam. Ndakhula nayo lento, until now ndisazitya izikhokho zezilonda. Nomntwana wam unezilonda, ngoku ndiyazitya izikhokho zezilonda zakhe. Sino sis siyaxabana kuba yena ufuna ukumthambisa iyeza lezilonda, mna andifuni ndithi ziza kuzipholela kuba ndifuna ukutya ezizikhokho zezilonda zakhe. Akekho umntu owaziyo ukuba nditya izikhokho zezilonda, nasekhaya abazi. Ngoku ndifuna ukuyiyeka lento, khanindincedeni kuba xa ndikhe ndabona isilonda ndivele ndirhalele ukhokho lwaso qha nokuba sesikabani bt ndizibambe nditya ezam nezomntwana wam qha. Nonzukiso Tunzy Zondani > Eastern CAPE (ikhaya LAM) Psychopathological behavior---u nid 2 consult with i psychiatrist, iya eclinic nearer 2 u, baxelele iprblm yakho bazokwenzela ileta ekudibanisa nogqira wengqondo,coz it cn get worse--suka apho ur gonna inflict bodily harm 2 yoself or umntana wakho kuba ufuna kubekho izilonda 4 ur lunch n supper,funa uncedo kangok ma luv #SENSE
Posted on: Tue, 20 Jan 2015 08:04:40 +0000

Trending Topics



g hàm, có nên nhổ
After reading about a little boy Raines age who watched his
(LEIA ATÉ O FIM, VALE A PENA) Esta é uma história verdadeira
I am really pleased with my sister transformation. knew my
నానా కష్టాలు పడుతున్న
Castelli Contatto Long Sleeve Jersey CHECK TO BUY SPECIAL PRICE

Recently Viewed Topics




© 2015