Noba thina bangasithatha basifake emlilweni asingekhe SIQUBUDE - TopicsExpress



          

Noba thina bangasithatha basifake emlilweni asingekhe SIQUBUDE kuthixo owakhiwe ngezandla noba angatywinwa ngegolide abengezele angekhe siguqe ungawubasa wona lowo mlilo kodwa uThixo owenza umhlaba namazulu uzosikhupha kulomlilo noba usathana angasitsalisa nzima kodwa angekhe simkhonze noba ndingakhe ndibe nentsuku endilala ndingatyanga kodwa angekhe ndiGUQE if we are thrown into the blazing furnace the God we serve is able to save us from it owethu uNkulunkulu ungena nathi ezimbandezelweni.
Posted on: Mon, 29 Dec 2014 10:05:28 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015