Ok ke mamelani!! Nina nonke bangamaqabane abumini.. - TopicsExpress



          

Ok ke mamelani!! Nina nonke bangamaqabane abumini.. Namhlanje yi 1December kungo Mvulo ezintsukwini. Generations uyaqala and sizombukela. Asizo boycot(a) nto ngandawu apha ngoba ayizosinceda nto lonto kuba i-ANC no Mfundi Vundla seyigqibile uba kuzoba njalo. If nina nizo boycota ningabukeli ifuna nina lonto kodwa zeningasibuzi amatswele apha when u finally do decide to watch! Kwenzeka Ntoni? Ngubani lo? etc. Ngoba okusalayo nizobuya nimbukele. Yi chance yenu eniyi nikwayo nikhe nithi niyaqala ubukela i1st episode ye Soap. Banqabile abantu abakhe bayibukeli 1st episode ye Soap.
Posted on: Mon, 01 Dec 2014 12:31:29 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015