On behalf of Revelation GC, ndiyabulela kuye wonke othe wenza - TopicsExpress



          

On behalf of Revelation GC, ndiyabulela kuye wonke othe wenza iSHOW yethu ibemnandi kwaye indiliseke ngola hlobo. Kucacile umsebenzi omhle ondiwenzayo wamkelekile. Ndibulela kakhulu Kwi ST PAUL ne BAKOPANTSOE BA MORENA for giving us a WONDERFUL and TIGHT display. Ichoir members zam bezi happy kakhulu. Umzi wase Khayelitsha yonke iphela General GC, Bless Them All, New born, Sinoxolo, Vision, Bana Ba Lesedi, Save us All, Teenagers, New Grace, Bana Ba Lesedi ( Nyanga), Masibulele (PhiliPhi), Stellenbosch, Kraifontein, Strand nabo bonke abathandi bomculo we Accapela ndithi Mazi Anethole. Inga singenza nje kuzo zonke ichoir zake Kapa sikhabi namkhethe. Anga no Thixo ophezulu abukhulise ubunye bethu sibe yimbumba yamanyama. “ELI VANGELI LELETHU BATSHA. THATHA NALI IVANGELI”.
Posted on: Mon, 17 Nov 2014 06:51:33 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015