Owayesakuba ngumongameli weli uMnu Thabo Mbeki nge 21/09/2008 - TopicsExpress



          

Owayesakuba ngumongameli weli uMnu Thabo Mbeki nge 21/09/2008 kubuhawu buka 20:30 ixerha esenza isibhengezo sokushiya njengomongameli,emva kokucelwa ngumbutho we-anc ukuba ashiye kuba ulawula ngobuzwilakhe kwelilizwe,kwasele kushiyeke i 6 yeenyanga kuphele ixesha lakhe lolawulo,washiya ngomoya omhle,zehla iinyembezi kwabobabemthanda kunene yilentlungu,sithethanje uphumle apho akhoyo wakhe umkhanyo akawuvuli owakhe njengoko kwathiwa ulawula ngobuzwilakhe uninzi lubambizidlele lunemibuzo engaphendulekiyo kulawulo lukaMnu Zuma olumbethwe ziziphene.Ke kulo ukhoyo uMnu J Zuma makube yena wenzakakuhle kunoMnu T Mbeki nanjengoko rhoqo kuvela le kuvele le ngalomongameli.Iphile anc eyayibona uMnu T Mbeki engakwazi ukulawula lasingeliweni ilizwe? Makube mhlawumbi ababenaye ngeloxesha babe ethe ethe nanjengoko bengazange bamlwele abaxhasi bakhe,xa uthelekisa nalekhabhine emlwelayo nabaxhasi bakhe uMnu J Zuma?
Posted on: Mon, 13 Oct 2014 02:56:45 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015