P2 Insert 22 (Kusasa in PE).... Bekuzi past 8 kusasa umamBongi - TopicsExpress



          

P2 Insert 22 (Kusasa in PE).... Bekuzi past 8 kusasa umamBongi ebepheke oats sihleli sonke etafileni sisitya. Gcobani....i dont know how to thank u Bongi, banqabile abantu abafana nawe abavele bamkele umntu ngobubele oluhlobo bengamazi nomazi. Bongi....(encumile), i was obeying Gods will. Deuteronomy 7:9 understand therefore, that the Lord your God is indeed God. He is the faithful God who keeps his covenant for a thousand generations and lavishes his unfailing love on those who love Him and obey his commands. If you and Senzi can do what God wants i promise you, you will be happy for the rest of your lives. When i lost my husband i wanted to giveup my religion and everything i have ndizibulale kuba bendingaziboni ndiyinto without him. But ndaye ndahlatywa lilizwi eliku John elithi Thy will be done and i realized that no matter how sure we are ngeziqu zethu kodwa nguBawo isiqalo ikwanguye nesiphelo. Unesizathu sayo yonke into ayenzayo. Gcobani....(ejonge uBongi ntsho emehlweni), i dont know what to say Bongi. You are a strong and amazing woman. I am sorry about your husband. Bongi....cherish what you have Gcobani, nanku uSenzi love her ngongathi kuthwa niphila okogqibela. Senzi! (ejonga kum) umhloniphe utatakho. Ungamsoli uThixo ngokuthatha umamakho ashiye yena. Me...ewe mamBongi ndizokwenzanjalo. Gcobani....enkosi Bongi again. Khanya....im happy to have u both in our house, nilenze elikhaya lafudumala ngobukho benu. Ningasilahli ngoba siyanithanda. Gcobani...asoze sinilahle my princess! Enkosi nge breakfast Bongi. Bongi...wamkelekile bhuti! Besesilungiselela uhamba, iimpahla ebendiyinxibile bendiyibolekwe ngu Khanya kuba sobabini sinxiba u32. Bendise roomin noKhanya ndigqibezela unxiba. Khanya....Senzi ndicela ube ngu sister wam. Me...(ndahleka), sendinguye girl. How old are you khona? Khanya....19 wena? Me...asishiyani kakhulu, so how is varsity? Khanya....good andinakukhalaza, its my 2nd year. Ndizonimema xa ndi graduate(a). Me...we will graduate ngonyaka omnye, so somemana (we laughed)..... Kwankqonkqozwa emnyango. Khanya...ein!...kwangena uGcobani. Gcobani....(encumile) nophinde ndibukane ngenye imini girls, kuyahanjwa ngok.....wandixhumela uKhanya nge hug ndimbona uba unyembezana, Gcobani joined us sahamba saya elounge. Bongi....masibambaneni ngezandla senzeni chain prayer sisele sinicelela indlela......senza ngokomyalelo sonke and started praying. As i was praying ndiye ndaphakanyelwa yindaba yokunikela, iye yandizinga lento yalomnikelo and thanx giving ndavele ndaxakwa uba uBawo ufuna ndithini kanye kanye. Bendingenanto ndinonikela ngayo and umamBongi ayingomntu usokolayo... unento yonke. Siye sagqiba uthandaza sathi Amen sonke, sayeka ubambana. Xa siphuma emnyango iv decided to leave my car sihambe ngemoto enye noGcobani. Me...(ndinika uKhanya isitshixo), ndicela undigcinele apha lemoto, ungayisebenzisa i dont need it anymore. Bongi...hay Senzi awukwazi ukwenza lonto! Me... Ndenza umyalelo kaNkulunkulu mamBongi. 1Thessalonians 5:15-16. Kukho indawo ethi phayana masenze okuhle kwabanye abantu ngob ububi abubhatalwa ngobubi. This is my thanks to you and your daughter ngosenzela inceba engaka. Uba bendingenamoto ngendingekho apha, hay kuba ndiyazisola ngobalapha qha ndiyaziqonda uba andiyifanelanga imoto okwangoku. Please take it as thanksgiving from my family to yours, il send the papers ngeposi. Khanya....(ematshekile), thanx big sis (she hugged me saphuma sahamba). Oko kubhabhayiswana sade sayotshonela. Xa sitshonele kwangena whatsapp message from Khanya. Message....i love you and daddy have a safe trip..... I smiled ndaphendula ngo enkosi, sayibetha yancinci ubheka eMonti. Gcobani... I cant believe uhambise ngemoto yakho. Me.... Ngamanye amaxesha ukuze ufumane intsikelelo kuThixo kufuneka unikele ngale yokugqibela unayo kwaye unikele uchwayitile God will bless you. Gcobani.... Ndiyakuva my Angel, i love you Senzi! Me...(ndibamba isandla sakhe) i love you too daddy (sancuma sajongana). Besesingena eMdantsane satha petrol eSasol sagoduka. Kuvele kwa funny maan ekhaya, bekukho ooNgwane nabanye abantu be family noLux and Sakhi belapha. 8aye bavuya xa besibona babe bethetha nge gusha ekufuneka ixheliwe ukhapa umama. Bendingazingenanga tuu kemna ezinto bazazenza ndiye ndakrweca uNgwane and told him ndizabuyela esikolweni ngomso so andizuphumelela kulomsebenzi wabo. Uye akabi nangxaki wathi uvuyela nondibona ndibetter. UGcobani ebendibhukishele for ubuyela eKapa ndizohamba kwakusasa ngengomso. I class yam yesibini ibizaba ngo 11 so ixesha bendizolenza. Ndiye ndapakisha okwam ndagqiba. UVuvu ebesemkile naye, lonto ndimlibele ngok siseBhay yaz. USakhi yena ebezohamba ngolwesihlanu, uLux uhamba ngomso. Phof most yabantu izohamba after lamsebenzi wangomso. Siye salala ke kwavukwa kwasekuseni kwaxhelwa ndabe mna ndiyindle ndakhatshwa ngu daddy,Sizwe, Lux and Sakhi.Bekumnandi endleleni wonke umntu encokola sayofika airport.
Posted on: Fri, 23 Jan 2015 03:14:46 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015