Please Hide Me! Admin ndingu sisi ona 28 years, ndi lapha e - TopicsExpress



          

Please Hide Me! Admin ndingu sisi ona 28 years, ndi lapha e Joburg ndi phangela i security. U mthetho wam ndi phangela i night shif yodwa ndi ngena 5 days and 2 offs. Ndi hlala ne boy friend yam yase Lesotho, nayo isebenza i security but ko hlukene ama company esi sebenza kuwo, so ke yena izolo ebe qala i off, mna ndisa qhuba i shifts zam. Into esi bhidene ngayo ke izolo, ndi phumile e ndlini ngo 16:00 li xesha kakade endi phuma ngalo. Nda hamba ndayo fika e station se train nda lindtrain, la hamba ixesha aya ngena ngeli xesha iqhele ungene ngalo nda linda futhi, nda bona uba kuya later and ne zulu seli qala utshintsha kuba mnyama kuzmvula nda qonda mandi jike ndiyo funa imali ye taxi kwi boy friend yam. Ndithe xandi fikayo e ndlini xandi ngena e yardin ibe ne mvula seyi qala, ndiya baleka nam nda fika nje endlini nda tshova ucango xandithi li khiyiwe nda nkqonkqoza nda khwaza nda chazba ndim, kwa thatha ixesha ba mayivule i boy friend yam, ya buzba ndi funani, ndathi mayi vule ndayi chazela nga phakathi e ndlini. Wade wa vula xa ndithi apha e ndlini kukho intombi esi hlala nayo apha e yardin ine ndoda nayo e hlala nayo. Babe sebe cela uxolo ke nale ntombazana, ndi ncame andaya e msebenzini izolo. Yandi cenga ke i b.f yam ba mandingayi xeleli indoda yala ntombazana, kusukela apho ke le ntombazana iphume nje ye mka kuna namhlanje ayaziwa ba iphi, i ndoda yakhe ifikile ebusuku ya fika ingekho le ntombazana wasi buza sathi asimazi. Ndithini na bethuna ndi mchazele inyani kwangoku isizathu esi mkise u mntu wakhe? Eku gqibeleni izawu vela lento uba siya mazi u mkeleni iphinde ijike naleyo... At the same le ndoda yam izawu bulawa ngula bhuti xa e fumanisa ba ebe lala nala ntombazana. Ndithini?? #Skhova
Posted on: Tue, 22 Oct 2013 14:41:25 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015