Pls hide me admin,ndingucc ona25 yrs ubudala.ndicela ingcebiso - TopicsExpress



          

Pls hide me admin,ndingucc ona25 yrs ubudala.ndicela ingcebiso apha kosisi,ngo2005 ndaye ndakhulelwa,ndabelek­a ngo2006 umntana oyinkwenkwe.kuthe xa ezakugqiba unyaka ngo2007wagula,wa admit(wa) esbhedle..kwabe kuthwa une brain tumour which was coused by meningitis.waba uyasweleka ena 1yr 4months...ndiqale usebenzisa icontraception ngo2008 ndabe ndandigqibele uya kwiperiods ndigqibo beleka so oko ndandigqibele ngoko zange ndiphinde ndiye and oko ndisebenzisa contraception since 2008.ngo2012 ndiye ndayeka ke ucwangcisa kuba ndandifuna umntwana,ndahlala unyaka wonke andada ndaya kwiperiods,andada ndamitha...ndaphoxwa­ nangumfana endandijola naye ndayeka kwa lo nto yokufuna umntwana ndaphinda ndacwangcisa kwakhona ngo2013 march.oko ndicwangcisa kengk till now,idate yoba ndiphinde ndicwangcise inge14 kulenyanga so andifuni kuya kwaye andifuni phinda ndilinde ixesha elide for ba ndibuyele kwi normal cycle for ovulation,ndicela ubuza kosisi ba ndingasebenzisa ntoni enondenza ndikhawuleze uya kwiperiods,ndizokhaw­uleza uovulat(a) and ndizo conceive(a) msinya...enkosi admin in advance,undazise xa upostile
Posted on: Fri, 03 Oct 2014 17:05:38 +0000

Recently Viewed Topics




© 2015