Plz hide mi!Am A25yrz Lady n Dated LoBhuti umdala kuna etywaleni - TopicsExpress



          

Plz hide mi!Am A25yrz Lady n Dated LoBhuti umdala kuna etywaleni ngeSaturdae ndamnikeza icontact Zam wathi masiye kwetyTarven kunye neFrndae aybkho iFrnd ndahamba naye dedwa yaa sonwaba shm wandgoduza the follow day ngeSundae kengk wandkhupha sayaKwaMnguni plus neCouzn Yam kwafuneka kengk sigoduki sasa ucouzn ekhaya ndashiyeka ndiOut jaaa ndaypasser iTest ngk sine1month uneVeki jaa udenzela yonknto undfundse noDriver shm lobhuti ngk ufuna siyale sobabini ngaba uyandthanda be2na ngoba ndoyka ukuzfaka kakhulu cz uthi xa ethetha naku lomn2 bekukade ndimfuna*???*
Posted on: Mon, 26 Aug 2013 19:17:14 +0000

Recently Viewed Topics




© 2015