SEASON 3 INSERT #24 Uyabona le yenzwe nguSelina ngeyekugqibela - TopicsExpress



          

SEASON 3 INSERT #24 Uyabona le yenzwe nguSelina ngeyekugqibela phofu bendilindele ntoni my kindness would kill me ngenye imini,coz ndithathe isitha ndasifaka endlini what if ebeye wandifaka I poison bendizothini,undibethe elingophiyo lona I duma,iyandikhathaza lento yakhe kodwa U bomi buyaqhubeka I have a lot on my plate to worry about uSelina ongenantliziyo. Ndivele ndangena ezingubeni,ibingekho into bendizoyenza ngoba I cleanile intombi,yaqwela yathatha imali yam yokugqibela. Zihambile intsuku we were approaching December so ndiye ndayofaka I cv yam kwi Retails,Picken Pay,Shoprite,Spar nako Mr price,imali endiyifumanayo ndiyifumanda ngokuqhina intloko zabantu. Ndaye NDA decider umyeka U Tshangisa coz wayendi complicate(la) ubomi kwayena nje,wayengavisisi but kwakunyanzelekile. Im doing well kwi counselling,maybe by January 2011 I will get my child U Siya yena andikeva kwanto ngaye futhi ndiye ndancama ndazixelela wabhubha wangcwatya ngu maspala so this other day I decided to go to church,its been long,ndagqibela kudala uthetha umlomo nomlomo noThixo,ndidinga ukukhalela ezinyaweni zakhe,inxaniwe intliziyo,inxanelwe uThixo,im not a good singer but wen i worship God i worship him in truth en in Spirit,ngathi kulenkonzo ndiya kuyo ndingafumana umntu ozondidumisela andifake kwi theatre yamaZulu,ndidinga uqhaqho . ndiye ndamisa amanzi,ndahlamba ,lotioned my body,wrapped myself with a towel i ironed my purple pencil dress,ine figure belt a black,ndithanda izinto ezi flair,so ndine top yam e black evunduvundu just to cover ispejeje zam ,ndiye ndanxiba i took my black heel mhhh ndimhle ndiyaziva no devil in hell will spoil my mood,i put on my makeup,i love makeup,ndakama inwele zam ndazi blow dryer apha e macaleni,took my bag, en my old bible,i really need to buy a bible, Ndiphumile ndahamba,ndizidlulile inkonzo nge nkozo andizazi ndiye kweyiphi,sekuqalile ke ukuhlatyelelwa kwezinkonzo,andiziva mani Ndiqhubeke nendlela yam ndade ndafika Othandweni Hardware,on my right hand side theres a big blue en white tent,iyatsho indumiso,iyahlabelela lentoombi ehlabelelayo,mhhhh kaloku ndiyamazi uYesu hayi washukuma umtwana esuswini waxela U Maria edibana no Elizabeth,igama lenkonzo yi Thokoza Christian Churh( the church that persuit love in excellency,their slogan) ndingenile,im being ushered by a very nice lady,this people are really following their slogan kunothando apha,ndiye ndayohlaliswa kwi 3 row from the pulpit,mhhhh this place is so full of holy Spirit,the lady singing is so anointed ndiyakuxelela. She is deep in worship nam khange ndithathe ixesha ndiye ndangena endumisweni,uye wahlabelela umhlekazi U cc hayi madoda ndangena ngenyawo emazulwini,ndangena ndingamenywanga. Iyeyagqiba uhlabelela into kazi abe amandla kamoya oyiNgcwelwe sewephezu kwethu,ingenile indoda ka Thixo yabetha nayo kwavakala. The title: its time to let go en Let God. Mhhh yatsho inceku kaNkulunkulu,yathi take a backseat en allow God to take a frontseat ,allow him to drive U into ur destiny , Wathetha ke umfundisi wagqiba wabiza i alter call,wabiza abaye bawa entsindisweni ndiye ndaphakama ke ndaya nam,wasithandazela umfundisi kwayilonto,siye saphuma ke naba cc bebesikhaphile bendincedwa yilantombi ibihlabelela ke mna Her: igama lam ndingu Xoliswa,Luthuli Me; Lesego wakwaMsimanga Mabhungene isbongo Her: encuma ungowasekhaya mos nam ndinguMabhungane,utshatele kwabani Me; mhhh hayi anditshatanga cc Her; i ring lena ngeyantoni Me: i was engaged cc Her; was but U still keeping the ring Me: long story cc Her: ndihlala apha enkonzweni kemna,im always here if U need to talk, Ndiye ndanqwala ndagcwalisa i form,sa exchange(R) i numbers nalo sisi saphindela enkonzweni,bosokunikelwa ndabe ndingenayo ne cent,ndiye ndakhupha iphepha ndabhala believing God for a Job ndayifaka kwi busket kwagqitya unimelwa wathi umfundisi abantu abanengxaki abafuna uthandazelwa mabeze ngaphambili b4 evala inkozo, Siphakamile ke sibaninzi,ndasixela ingxaki zam ku Thixo,wagqiba umfundisi.yaphuma inkonzo. Ndiye ndathi chuuu,ukugoduka,im feeling new,yes im a new creation,ndifikile endlini ndakhulula izihlangu ndazijula esofeni ndabiwa bubuthongo. Ndisendaweni emhliophe ndiyakhala kuvele U Kamo smiling endesule inyembezi ancume nam ndiye ndancuma she,smilled en waved her hand en smilled wayosithela,ndimkhwaze ndancama Ndothuswe kukukhala kwe phone,ndayichola,it was Mbuyi Me: helo Him: ngathi ulele nje Me: ewe im tired ndivela e Nkonzweni Him: ndise park Station,ndizofikela e Mandela then come to U ngomso siyobona I social worker Me: owk ndizobona ngawe Him: I miss U princess Me: dnt start we doing this for our child nothing more Him: owk lets talk tomorrow Ndiye ndabeka I fone en sent a call me request ku Phez Wafowna kwangoko Him: nanam Me:Phezile Him; njani Me: ndi ryt wena Him: nam,ithini into Me: can U cum here ngomso ekseni kunezinto okumele sizilungise sizilungise Him: fine Me; sharp ndiye ndabeka I phone. Ndalungisa into etyiwayo,ndatya ndalala Ndivukile ngomso ekseni ndahlamba,I was waiting for those two brothers ndizoxelela U Mbuyi inyani. Lihambile ixesha sendicocile ku clean endlini,uye wafowna umbuyi wathi uyeza nyani ufikile,wooooow he looked so hot nam ndabe ndingazibekanga phantsi bendizikapile. We hugged Him: still beautiful princess Me: still hot prince,I smilled Him: still wearing this stupid ring Me: U not here for that Him; uyayazi iyandiphambanisa indaba yalenkwenkwe, Me: stop being mean awufaneleki Him: ndikuphathele something Me: whats that Him: vala amehlo Nam ndavala,uye wandifaka I necklace Him:vula amehlo uyijonge,ndiye ndaya espilini it was nice inentliziyo Me; take it out I wanna c it Uye wayikhupha,it was very nice ine pic yam no Bam kwelinye I side neyakhe,it was nice I loved it, Him: it matches mine ndicela uyifake Ndamfaka mhhhh the smell of his perfume was wooow,uye wajika wajonga ngakum Him: princess ive never stopped loving U,U en I belong together Ndivele ndancuma ndangazi noba ndithini,uye wasondela,nam ndamovela emva till I hit the wall,uye wandibamba nge slevu en kissed me mhhhh,it felt like the first time we kissed butterflies we doing up en down in my stomach,we kissed passionately,wandiphakamisa wayondibeka ebhedini,I cannot stop him now,I want his as much as he want me,its been long since ive listened to his pulse,the blood is flowing fast,siye sakhululana singxamelene sinjalo,uye wadlala ngamabele wam,eloko edlalila I vg yam ngomnwe,uye wehlanjalo ngolwimi ohhhhh my God ndizive ndisitsho,he moved his tongue nice en slow in my clitoris mhhhh ndiyafa straight ngoku this man is not in a hurry en mna ndifuna I penetration qha ngoku,uye wandimunca ndaziva ndiyoma straight ngoku,finally ude wandipha I swetz zam,mhhhh kukhona into eyenzakalayo en yenzeka ngoluhlobo ndifuna ngalo,uye wandibhala U Mbuyi endiphethuphethula andikaze ndiye kwelesithathu izulu kodwa ndikulo ngalomzuzu ndiva kamnandi Him: mhhh I love U princess,usandipha kamnandi lanto indala Ndivele ndathula ndancuma,we R done we cuddling ndilibele boba kuphi,ndive kuvuleka ucango I jumped ndathatha I towel en checked ,damn its Phezile ive been busted Him: utheni wabila kunini ndi knocker Ndithe xandizakuphendula Wathi gqi umbuyi ezibhijele nge towel naye Him: ngubani lowo baby evela nge Passage ndisenjeni Phez: this I wat U called me for ubufuna ndibone lamanyala Lee Me; ha.a Phez I ca explain ndisoyika him: usisifebe mani wena ndandifuna ntoni kuwe Mbuyi: myeke afebe nam kaloku kwedini Haike ndive sokukhala amagqindi,bathathana abantu bendikhuza ubu heyi heyi me; stop it Mbuyi uzombulala,ebesekembambe ngobhongwana Mbuyi: noba angafa Me: he is ur brother for heavens sake Mbuyi: kokwesibini utsho lento Lee kahle kahle wats happening,ebengasophi U Phez sendimsizela, Me: I will expain later masimse esbhedlela Mbuyi: I need explanation now Ndiye ndachaza ke mntakwethu,lonto,sahambisa U Phez eshedlela,WA admithwa sabuya no Mbuyi, Andizazi ndiphi,ndisamfuna U Mbuyi ndinayo ne soft spot for U Phez. sifikile endlini ndamisa amanzi ndahlamba wahlamba U Mbuyi,saythenga I take aways,satya salala kwalile pha ebusuku,yatsho I knock ndiphakamile ndayovula.hamba mama wolahleko angabhubha nangalomzuzu,andidikwanga kukonga abantu ogqiba bandibethe nge plate egcwele ik*k*, Khange ndikwazi nokumjonga umama ndiye ndamvulela wangena,ndangqala ekamereni Me: Mbuyi vukasihambe Him; #Sleepy ,mhhhh ha.a nana Me; vuka please,uye wavuka ndanxiba Him: yintoni Me;we will talk wen we get to ur plce I fished packing wathatha izityixo u Mbuyi ,uye wabulisa kumama waske wathula ndamgila nge bag ndadlula,sayongena emotweni. Ndiyalingwa straight ngoku!!!! #LeeWoman
Posted on: Thu, 22 Jan 2015 08:08:12 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015