Sipho: Uncle, kunzima ungena eUniversity kulamanga ngaphandle koba - TopicsExpress



          

Sipho: Uncle, kunzima ungena eUniversity kulamanga ngaphandle koba unabantu aba well connected!! Uncle:Ewe kunjalo. … Sipho: Njengoko kewenake usazi abantu abaninzi, ndicingba ungandinceda noko ndingene eUniversity!! Uncle: Ya injalo ndingakunceda ungene nyani!! Sipho: Enkosi lume. Uncle: Wamnkelekile. Zinjani phofu iziphumo zakho? Ziyancumisa okanye kubi? Ufumene amanqaku amangaphi? Sipho: Uncle kubi, ndifumene njee u symbol F kwiAgriculture ndapasa neSixhosa qha!! Ezinye ndizitshone zonke!! Uncle: Well, akhonto imoshakeleyo usenobanguye uGqirha *wancuma uSipho* Uncle: Kodwa not iMedical Doctor, ungasiso iSangoma. Uzosebenzisa leSymbol F weAgriculture ukhangele amayeza ehlathini, iSixhosa sona uzosisebenzisa unqula izinyanya zakowenu. Wafainter uSipho!!!
Posted on: Thu, 15 Aug 2013 06:57:49 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015