Themba Tolo to Masakhane Lutsha Kubi I was so in love - TopicsExpress



          

Themba Tolo to Masakhane Lutsha Kubi I was so in love nomamngwevu ndizalwa kwi family engathathi ntweni ephuma kwikhaya elinezinto yena kodwa wayengena ndaba nalonto umntana womntu inye qha into awayeyifuna kuhlala nam sonwabe sikhohlwe zinto zomhlaba ndandilibala ukuba andinanto esandleni ngoba ndandisemathandweni that was the first ndingcamla lento kuthiwa luthando kambe nangk uthi awthi qhatha engqondweni yam ndincume ndodwa ndizive ndisithi kwekhu madoda yayngase zingaqgithi ezontsuku kodwa ke inyaniso inye nto zakuthi intlonipho nothando zihamba zombini ezonto,so ukuhlonipha abazali bakho xa ungumntu kubalulekile masingahambi nazo zonke kakhulu into ezikulancwadi imlomubomvu ngoba mhlambi ikhona inyani engabhalwanga phaya kuyo and bantu bakuthi ndifuna nindive kakuhle klk thina maXhosa sidalwe nguBawo ukuba masihloniphe kwaye sangabantu bamasiko nezithethe so ke nto zakuthi ukuba umntu or indoda dade wethu ikuthanda ngenene nangenyaniso mayikulobole njengoba utata wayo wenza kunina kodwa ke if ungumntana wentombi mayenze oko ikwaziyo nanje ngendoda ukuba indoda yoqobo ayizitsotsi izinto iqondana ngqo nenyaniso emehlweni yenze okufanelekileyo entombini eyithandayo klk funeka sikhumbule nto zikabawo lomntu xa umthanda funeka ubahloniphe abantu abamzalayo ukwenzele into yokubana bamkhulule ngentsikelelo zabo kuze kuthi namhla yaxingainkala etyeni bakwazi ukunihlangula abazali so xa nizenzele ngenxa yoba usithi ndiyamthanda ubhonyongo so andinaxesha likamama notata noko ayisosiseko silungileyo eso,lilonke ke nto zakuthi andiphikisani nothando kodwa intlonipho masingayishiy ngemva... utsho ke uThemba.... Uthini wena mkhaya, makhe siyincokoleni le nto.. T:P
Posted on: Tue, 01 Jul 2014 18:04:49 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015