Things ugly women say: 1. Because they are not so good - TopicsExpress



          

Things ugly women say: 1. Because they are not so good looking;they have to work twice as much, uyakufika besithi ubuhle bodwa abumsi ndawo umntu ngaske kuchonywe ngee Diploma#smartswag or id rather have brains than beauty tltltl as if they have a choice 2.Tltltl yazi amacheri amabi ngokuzenza ngcono:o uyakufika ezingomba isfuba esithi :andizange futhi andisobe ndiwinwe mna! 3. rhaa andisobe ndinxibe amagqeshe mna(G-string) ezanto zenza iimpundlu dlwabh-dlwabh, bayaphi ooJockey :v :v and ke abasoze nyhani 4. Amacherie amabi anxiba expensive! Hay awaqhelwa ylonto uyakufika esithi nxaag akasazenzi bhetele shame uzbani ngeemphala zakwa MrPrice, bekenxibe la boot ye R79 unomdade engasezmisele 5.:( :v :v :v hay bhuti singxamile, masambe tshomi! (atsho etsala ifriend yakhe) yeeer yazi kuphendula yena kodwa kubizwa ifriend yakhe? Mayingahlinwa calanye; things broke niggas say; 1. one day is one day :v 2. mnxm iyagula laway ihamba ngee Golf7 apparently wonke umntwana ojola nomjita onemoto uyagula kulamajita abroke 3.uThixo akaphazamanga, ndibekwe nguye kulendawo endikuyo ebomini well ndoda vukuphangele uyeke ushwabula apha yoba nemali kdala #vukuzenzele baba 4.bubudenge nje ukusela i whiskey egqithileyo ku R150 andisobe ndithenge eyemali exabisa more uthi xa ujonga lomntu wohlulwa kuthenga kwa leye R150 5.ekse awna 5bob apho mfowethu ndigcwalise kphume inkawza, eish fneka ndiliyeke icuba :v :v oko wayeliyeka from 2006 ngu 2015 ngoku tltltl good morning good people, bububhanxa bodwa obu Ta-Guava ombi and broke :)
Posted on: Mon, 05 Jan 2015 06:22:36 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015