Tltltl Amacherry Thou :) Yazii Two Good Looking Woman Can Never - TopicsExpress



          

Tltltl Amacherry Thou :) Yazii Two Good Looking Woman Can Never Be Friends They Will Just Gossip, Pretend To Like Each Other, Tension Will Build Up And Eventually Explodes :o Kuzoqunjelwana Iminyaka Ke Kungathethiswana, Mfondini Kube Ngathy Zange Kwaviwana Tuu :o • Kulapho Ke oTsotsi Be Mpundu oTee Bavela Khona, Umzekelo Le Chap Indim Izotshutsha u Andisiwe Lo Oxabana No Bongi Ndingene Oluhlobo : Jonga Kaloku Ma-Andi Ive Always Had Something For You But Ndandisonqena Ukuyi Admit(a) Ndisajola No Bongiwe (Ndibe Ndingazange Ndajola No Bongiwe Mna, Ndiyaxoka Kuba Ndiyabazi Ukuba Abavani Le Two-Some) Ngenxa Yoba u Ma-Andi Efuna Uncitha U Bongiwe, Asobe Angandvumi :v Aypheli Lapho : Ndiya Chwechwa Kwakhona, Ndiyoxelela U Bongiwe Ukuba Kudala Ndimjongile Qha Ndiphazamiswa Ngu Ma-Andi, Naye Ke u Bongi Soze Angandvumi Aziphosise Nge Ncanca Yomntu We Enemy Yakhe :) Apha u Tee Aka Vunywanga Kuba Ethandwa, Qha Uvunywa Kuba Le Two-Some Ifuna Uvisana Kabuhlungu :o Akapheli Lapho Futhi u Tee Kubekho oMadam Abazo Updater Apha : Mxxm Never Prioritize A Person When You Are Just An Option To Them Okanye Ufike Ku Whatsapp Umntu Ebeke La Emoticon Iveze Inyembezi Enala Caption Ithi Nobody Knows How I Feel Inside U Tee Asondele Nge Reverse Pyscology Keyena Achwechwe Kwi Inbox Emane Emthi Qhwii Ngemi Qamzo, Afoune, Show That You Care, Uncome Ubuhle, Kalok Ladies Love Compliments, Umve Esithi Xandthetha Nawe Ndiyonwaba :) Kanti Akayazi Ba u Bhuda Tee Kudala Eshushu eSondela eBhantini :v Thina Kudala Saba La :)
Posted on: Sun, 04 Jan 2015 18:50:56 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015