UBazooka usebenza kwi company eyenza I cement! Uhlala ebatalela - TopicsExpress



          

UBazooka usebenza kwi company eyenza I cement! Uhlala ebatalela ngendlela anamandla ngayo yena esithi futhi akekho umntu onomodlula ngamandla! Ngenye imini kufike uMabhuti ehamba noyise uSipho ave lento uMabhuti! Uthe akuyiva athi kuBazooka,mna ikhona into endinoyiqhuba ngekiliva ndiyise egeythini,kodwa wena awunokwazi uyiqhuba! Kwamangala wonke umntu yilentwana ithetha lento kuBazooka bemazi unamandla! Ahleke uBazooka athi,masibheje ke kwedini ayikho! USipho akuphe I cheque ye R10 000 abhejele uMabhuti kodwa eqonda udlala nje ngemali yakhe! Wahleka uBazooka eqonda yeyakhe lemali! Weza ne kiliva uMabhuti wathi ku Bazooka,khwela ke ndikuqhube! Wa fainter uBazooka #Zwelie
Posted on: Thu, 11 Dec 2014 11:06:41 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015