USipho ufundele ukuba yi scientist,kulento yalemisenzi ingekhoyo - TopicsExpress



          

USipho ufundele ukuba yi scientist,kulento yalemisenzi ingekhoyo apha eSA ahambe ayophangela eNgilan,uSipho afike apho kukho ipilisi etyiwa ngabantu abasebegugile ibabethe babebatsha wangcinga abazali bakhe uSipho kwafikelela ixesha loba aye eleav(ini) wahamba nezipilisi wafika wanika uMamtolo unina wathi kuMamtolo"uthathe ibenye ke mama,uncede umxelele notata athathe ibenye naye!atsho abuyele emsebenzin engilane usipho.hayke laphinda lafika ixesha le leave ka Sipho wagoduka xa efika kowabo uyayibona lentombazana ibeleke usana amangale uSipho uba zange abone ababantu apha kowabo,abuze kulentombazana uba bakhona abantu abadala ngaphakathi ithi le ntombazana"Sipho mntana ndim unyoko!wavuya usipho akubona umsebenzi wezapilisi abuze uphi utata?athi uMamtolo nguye lo usemqolo,klk uyihlo uMxesibe wathi akundibona ndimhle ndimtsha wazitya zonke ezapilisi
Posted on: Fri, 13 Sep 2013 19:04:33 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015