Ubomi Bam Emzini Season 2# Episode 40 Insert >> 140 I - TopicsExpress



          

Ubomi Bam Emzini Season 2# Episode 40 Insert >> 140 I was so heartbroken, and uSipho was too, that was not easiest thing to deal with, I tried to console uSipho ndabe ndingayazi noba mandithini, He was blaming himself kuyo yonke lonto, ndabe ndingaithandi tu lonto ngoba it was not his fault. Abantwana babekhathazekile nabo, babekhala, ukubabona bekhala kangako nokubona uSipho enhxunguphele kangako kwakuyophula nangakumbi intliziyo, Kwelinye icala ndibe ndijongene nalentlungu yokulahlekelwa ngumntwana nam,…Dealong with the loss of a baby is an incredibly agonizing and heart breaking experience, Lonto ndayibona apha kum, No matter how early or how far into a, pregnancy, that feeling is the feeling that can be overwhelming sometimes and is too much to deal with.(Ipain yokulooser umntwana iba yipain to both partners, …Most people ufika bengabaniki iattention ootata during this time ye loss, bahoye oomama aba kakhulu forgetting notata nabo baba hurt as much as we do. ##Andazi noba nike niyiqaphele na lento, abanye abantu xa bezothuthuzela wena mama, bayamlibala utata uba naye uve kabuhlungu and he also need a shoulder to cry on at that moment, ezontuthuzelo uyazidinga naye …I believe uba kubangcono xa niye nomelezwa ngokulinganayo, nanikezwa that attention ngokulinganayo) That day babefika ngayo ooPonky, (the following day after the accident)uSipho yena was discharged , mna bathi ndizohlala esibhedlele for a week , they needed to run som testets and check me , …I had experienced great blood loss and that actually affected my vital organs, so they need to do all the could do to save my life, and improve my chances of having a baby xa sesifuna ukuphinda sizame, USipho wayesiza everyday esibhedlele ukuzondibona eqhwalela enjalo, noBhutheze ,Tamara noBulie, babesiza, nooDabs ooGiqwa nooQwathi, Lubabalo, Wonke nje umndeni, babefowuna befowunile every day, yayinguMiya qha owayengekafowuni, even though uQwathi wayesithi wamxelela. (uTata wayengekangcwatywa, wabe esithi uDabs kulindwe thina ngoba kwakungekho kwamali yokumngcwaba,ndingekaclaimi nokuclaime kwi insurances, So sagqiba kwelokuba uSipho abe efakela ooDabs imali babe besenza esinye izinto in the mean time, de sibe siyafika, so wenje njalo ke. IMoto yayiphelile seyiyivase yescra, ndabe ndingekafowuneli ne insurance, kodwa ke sagqiba kwelokuba enye nenye sizoyibona xa sesifika endlini.) Two days ndandizo dischargwa ngayo, uSipho came as usually, wabe eze ngeCab ngoba ooBhutheza babephangele. uDoctor came wasixelela uba i will still concieve again, but when we think of that, i should see the doctor first,(Yhoo hayke yayizindaba ezimnandi ezo, Ndandisendiba ngcono kakhulu ngoba ndandisendiyeke nokuhamba ngewheelchair, sendizicothozela ngoku) She also told us that she booked us a proffessional counceller eyayizomane isiyela endlini de silulame, samchazela ngomphanga ke, wothuka, so sagqiba kwelokuba icancella sizoqala nayo ukubuya kwethu ekhaya. She gave me some tables neprescription yamayeza esasizowathenga epharmacy, Hayke safowunela icab yeza yazosilanda sagoduka, kodwa sadlula ephamarcy before sisiya endlini, sawathenga wonke lomayeza. When we got home, uBhutheza foned : Bafana : Rara wam, ninjani kodwa, uziva njani, uSimpra yena unjani? Me : Sisacenga chomam, sesilapha endlini nangoku, ndidischargiwe esibhedlele, sigqiba kungena nangoku. Bafana : Oh bethuna, mamela ke chomam, ningapheki ndiyeza ngoku ndizoniphathela into etyiwayo, (Uthe esatsho yabeepha ifone yam, i knew there was another call eyayingena, ndaqhawula uBhutheza) Me : Ok choma, yhuu enkosi kakhulu ingaba usebenzile, Yhima ndibaleke chomie kunecall endiyiva ingena apha efowunini, ndicela ukuyiphendula, (NO PROBLEM LALA, phendula choma, see you now now! he said, Cool chomy, later ndatsho sendijonga ifone, it was uSisi lo sasimfunele ukugcina umntwana wayefanele kukuqala monday, so wayefuna ukuchaza uba uSendleleni. Ndavuma, Enyinto ndandingazukwazi uba samjika ngoba sasimdinga nafor thina kengoku, ndandingekabikho ryt tu for uba ndingenza wonke umsebenzi wasendlini, kwauSipho engekabikho ryt for ukundincedisa. I Told uSipho ke, sagqiba kwelokuba masimthathe asele sekesincedisa apha endlini. Emva koko safowunela zonke iiFuneral Policies , safowunela noDabs uba asithumelele ileta kagqirha ne Death certificate, uSipho wafowuna ngokwakhe wayifaka kuLoud speaker) Dabs : Bantwana bakabhuti ninjani kodwa ngoku, niyelulama? Sipho : Ewe dabs siyazama... Mamela dabs, sigqiba kufowunela iifuneral policies, bafuna ideath certificate neleta kagqirha, ngoku ke sizocela usithumelele zona. Dabs : Hey bantwana bam, unzima umcimbi kabhuti, bekuthiwe kusazokwenziwa ipostmotem, ingathi bathi usweleke ngendlela engaqondakali, bayibiza ke bathu yiUnatural cause, So ibingekafumaneki ideath certificate leyo, neleta leyo kagqirha bebethe sibuye ngomso, so sizoya ngomso, phofu usisi ubhokile apha akafuni nokusinika iID katata wenu, andiyazi uba uthi masenze njani, Hey ndidikiwe yindaba kasisi ongakwazi kucinga, enze ezizinto zakhe nangoku sekubhujiwe. Abantu bombutho bafikile, bamnika imali siyifune samncama , Uphinda esiya sikaBlangwe. Yhu yingxaki le kasisi (USipho wayebibitheka ngumsindo yinto kaMiya) Sipho : Hey abs ivele indibethe intliziyo into kamama, ukhohlakele umama, …noba sekebhujelwe akatshintshi, uthi makangcwatywe njani utata xa ezokwala ngeID, Bizani amapolosa dabs niwaxelele lento, niwacele azoyilanda ngokwawo loID uzoyikhupha. Imali leyo yombutho yiyekeni ,ningambuzi( Hayke wavuma uDabs, wavalelisa)
Posted on: Sat, 05 Jul 2014 05:52:47 +0000

Recently Viewed Topics




© 2015