Wangena uLizo eBar Lounge ethe fatha, waya kwiBarman wathi: - TopicsExpress



          

Wangena uLizo eBar Lounge ethe fatha, waya kwiBarman wathi: Ndinike isausage yeR50, wakugqibaunike wonke umntu olapha isausage yeR70, ngoba xa ndistya ndifuna wonke umntu atye.. Bavuya abantu banikwa. Waphinda uLizo wathi: Ndinike ihalf ye old buck jin, wakugqiba unike wonke umntu olapha ihalf nabo, ngoba xa ndisela ndifuna wonke umntu asele.. Hayke bavuya nabo abahlali bathi: Uyindoda Lizo!. Waphinda uLizo wathi: Ndinike iBill yam, wogqiba unike wonke umntu olapha iBill yake, ngoba xa ndibhatala, ndifuna WONKE umntu abhatale iBill yakhe. Hayke wamurwa ngabahal. #moral: nothing for mahala Zarlings!!!
Posted on: Sat, 25 Oct 2014 05:47:04 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015