Yaz guys abanye benu bayatyhafisa...and kudala lento - TopicsExpress



          

Yaz guys abanye benu bayatyhafisa...and kudala lento iqhubeka...Ndiyazifunda zonke iComments zenu....kubo bonke abantu that gave me courage yoba ndiqhubeleke phambili.....*ndiyabulela*......bendisando faka u Insert 15 and hayi abantu bandityhola umhlola..... Guys bekumnandi ukuba nani and Ndiyabulela....but andinokwazi ukuthukwa ngoluhlobo abanye benu benza ngalo....Andisazubuye ndibhale kule page...enkosi Bekumnandi ukuba nani*sad and teary*
Posted on: Mon, 07 Oct 2013 16:45:45 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015