Yaz namhlanje ndithe xandivuka pha ngoo5 ndilungiselela umnyenam - TopicsExpress



          

Yaz namhlanje ndithe xandivuka pha ngoo5 ndilungiselela umnyenam ba ezophangela ndavuka nomhlabelelo oth ivangeli lakudala elasikhulula ezonwen,then as i sang da song,it kinda stickd to me dat asihambi ngelavangeli,da original gospel,eli lika take it or leave it,instead we in a gospel of people praising 1 another,ivangeli apho kukho abantu abazizthanda mali,people who luv themselves,nabaqhanqalaz and all dat stuff,and it really reminded me of wht da word of god said abwt these things,dear frenz we really are living in the last days,yonke into ebichaziwe yinkosi uYesu is happening,nangk sisakhonza uzthandela,abanye be2 baya emabandlen ngenxa yoba bafuna iintsikelelo,is it wrong to want the blessings of god,absolutely not,kodwa remember wht Christ said in his word,datfunani ubukumkan buka Thixo tanci,bantu bakuth inzima lendlela yes i knw,kodwa basinothatha idyokhwe kaKrestu yonke lento ingalula,uth masifunde kuye,masiyeken uKubamabelela nokuthembela kwizinto neziyolo zalomhlaba koko basibambelele kuYesu Krestu waseNazarethe,u knw izolo besiyothenga umbane nomnyenam ebsuku sihamba and he was rebuking me,he told me dat mandiyeke ucomplainer ngobanesthukthez kodwa ibibile ikhona,wandibuza ingaba ndagqibela nini ukhe ndichithe ixesha noThixo,to be honest guys i cnt remember,so i realised dat i was busy entertaining myself with a lot of things rather than the word of god,so namhlanje i wud lyk to encourage u to start ur day with god,make him ur entertainment,revise his word,if u dnt hav anything to do jst make god ur frend to chat with,masibuyelen kuThixo sizwe sikaThixo,god bless,GUD MORNING BOOKERZ.
Posted on: Wed, 10 Sep 2014 04:37:26 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015