Yaz zikhona into ezimnandi ezonwabisayo qha thina majita - TopicsExpress



          

Yaz zikhona into ezimnandi ezonwabisayo qha thina majita asiziboni...phofu siyazibona qha sonqena ubangath simuncu :) Yaz mna ndincunyiswa nayilanto ingenamsebenzi...umzekelo ndenzele uBaby uPicmix sogqiba ayifake ku FB or ayenzi profile pic yakhe...ndincunyiswa nayilento ndiyaz ba yenziwe ndim le pic Ndincunyiswa nayilanto yogrunjwa... Ngk bendixelile ba ndi busy andigqogqe...andith andidike Noba ucela iAirtime ndincuma amazinyo ath saaa bengath ndiyi cherry ye Rhanisi efakele box braids Kunoba ahambe eyicela makayifune kum,kunoba ahambe edinga incoko encokola nezintwana makahluphe mna ndi busy... Aniyaz nina ba ama-cherry onwatyiswa zinto ezincinci ezingenamsebenzi :) Ndike ndive kuthwa Nywe nywe nywe ama cherry ayaduba awayazi into ayifunayo Hay ayikho lonto....ba icherry yakho xa ikufuna iyakufumana uyigqibile...funa nje iAttention :) Ndixhaxheni....ndiyayaz kukho iBharu ezindibawela ngeShlangu ngk Im just being honest :(
Posted on: Thu, 18 Sep 2014 17:33:48 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015