Yeyi siyaziva izinto kwezindlela.. Mamelake kwiTaxi esukaMonti - TopicsExpress



          

Yeyi siyaziva izinto kwezindlela.. Mamelake kwiTaxi esukaMonti isiya mtata kukho le cherry ihleli ngaphambili cako driver ikhale phone yayo ithi le gal ndisendleleni eyaMaclear kune funeral yomzala wam.... 2min ikhale futhi ithi le gal ndisendleleni ndiya kumakhulu Kokstad... 3min ikhale futhi ithi le gal ndisendleleni ndiya Dbn kwi interview ekusasa... 3 min ikhale futhi phone yale gal ithi ndisendleleni ndiyobona friend yam esbhedlele eBhayi. Looool kwakhala utata use back seat wathi haybo driver ndikwele Taxi ewrong mna bendicifana iya Mtata ndicelukwehlika ngoba andiyazi le Taxi uba ide iyephi kahle kahle
Posted on: Wed, 21 Jan 2015 08:17:21 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015