cela undifihle admin ndili lady elina 21yrz around Tabz ndinalo - TopicsExpress



          

cela undifihle admin ndili lady elina 21yrz around Tabz ndinalo bhuti ndadibana naye ngo 2011 wandixelela ba ukhona umntu ajola naye ke nam ndath ukhona ndabe ndixoka qha ndandifuna angathathi advantage so kwahambeka ngo 2012 june andxelele ba sejola nam ndedwa uhlukene nalamntu wakhe fine akwabikho ngxak saqhuba ndiyamthanda umntu wam kakhulu nantsi ke ingxaki apho ikhona ke uhleli epage(r) ifown yam xa ndifuna eyakhe uvele atshintshe abuze ba ndifuna ubona nton nd akafun udibana nam etown noba ndiyambona uyazulisa enze ngath akandiboni if ndyafowna akazuyibamba. Ndicela ubuza uba lomntu ingaba uyandithanda okanye unentloni ngam?
Posted on: Sun, 18 Aug 2013 16:20:40 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015