chapter 73 Season 3 I was now 9 months so ndandilindeleke uba - TopicsExpress



          

chapter 73 Season 3 I was now 9 months so ndandilindeleke uba ndibeleke nanini na...izinto phakathi kwam no Aya zazisathe nqumama ngenxa yesgezo sam esibonwa nguye ke phof,i gues yayizi hormons wethu....it was now on tuesday morning kwakunganethi maan imvula yayisenza umhlola and yayiyi date yam yokuya e clinic,uban ndazixelela andiyi apho mna sana soze ndizinethise....ndandisendihlala kwa makhulu wam kuba ke silindele u coming soon....ndazixelela futhi uba ndizolala kurhale abantu,the time was moving very slowly that day so ke mna andivuki ndim nengubo qha...i was still in bed when my gogo come to the room i was sleeping in she knocked wangena. Gogo: awuyi clinic? Me: ndizovuka uyeka kwemvula Gogo: awunazihlangu ndilibele,lala awuyi apho uzoya ngomso awungowokuqala utsibisi date. Ndancuma ntanga ndaqonda good ndincedakele phi ke ndizophoxwa ndodwa nakulo clini....yanetha lo mini ilanga lonke oko ndilele mna andiva nix...it was now late umakhulu wapheka i supper ke mntakabawo engaqhotsi kunzima ndakxelela...yayingathi akasaphaki ndandilambhe ndiliswili,i woke up ndaya kuye. me: sitya nini? Im starving Gogo: ufanele okulele ilanga lonke,phola I went to watch tv ndazgquma ngengubo,when she was done with cooking,she dished up kwatyiwa ke....we ate sogqiba wathathizitya wayozivasa,i stood up ndayoseli pills then went back to bed ndayolala......woke up the next morning kungeshushu ndavuka ndondlula ndayekhaya,i got there my mom was awake se cleaner,ndake ndahambisixesha,past 10 ndavasa then ndacela umama andikhaphe ndiye clinic,umoya wam wawusithi mandihambe nomntu that day;wavuma sahamba on my way ndazthengeli chappies...safike clinic ndabeki card,ndabizwa ngu nurse endixelela ba andizokwaz uncedwa bekufanele ndize izolo mxm on my way out ndabizwa yenye ye cleaners. Cleaner: sanuhamba hlalani pha bazoninceda,wena ziyanda yibangath ugula ugula ugula...........lol i wanted to laugh but ndazibamba,sayohlale waiting room,bancedwa bonke abantu bade baphela,ndava sendibizwa Nurse: take this uyochama Ndaythatha kelento yabo ndayochama,xandithi umchamo wam u red,hell no ngaba kwenze nton ndosula hei kwaphuma into eyonyanyekayo erekayo bu discharge kenje,hei ndaphuma ngo 200 kulo toilet,gave the nurse lomchamo wenza ke izinto zakhe. Nurse: haibo kuthen wanegazi umchamo wakho Tshin lomfaz usake abuze kum ndabe ndizityeli chappies sana,waphuma waya ku sister ebaleka,heee ndase ndalaqaza,wabuya. nurse: khawuleza yiya ku sister Ndaya ku sister bengesa ququzeli bandijongi BP,hei ndalaliswa ngomqolo phezukwe bed,vuliyane imilenze yam u sister fakiyane iminwe after she made a call caba ufownela e hospital,ndaphakama ndanxiba...ndathi ndiphakama apho ambulance yabe ime phandle,sayokwela no mama xasfika e hospital benzo ezonto zabo nditsalwa magazi yonkinto,nakweso isbhedlele andahlala ndathunyelwa kwesinye yor caba this is serious andiphole ngeloxesha....yayingabaleki ambulance. guys im back but im not using my phone ndathemba nibonile kwa indlela endibhale ngayo,le fwn ine limit yamagama n ibhala kancinci...sawnyamezelana ZEE
Posted on: Mon, 10 Nov 2014 16:24:12 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015