fihla sisi yho abaxoki abaxoki abaxoki ababantwana ku facebook hay - TopicsExpress



          

fihla sisi yho abaxoki abaxoki abaxoki ababantwana ku facebook hay ndibone kulo walapha ekhaya upasile ke ngo H ngok ubusy kwi social networks uthi upase ngo B, i wonder yinto ixokisa iva ke omnye uthi mandimkhaphe uyothatha istatement sihambe nyan ndithe nqa maan uyasisonga alibale athi mandisibambe yena usaya etoilet xa ndijonga uno 1 abayi 2 :o kodwa bethe upase ngo B hayin maan sanuxoka tsi iyenzile into lento yongaphumi amagama hayin umnt kanantloni sobhala istatus ba upasile gqbe ath ngo symbol B kodwa kaqalisanga uyafa sistress kule ndawo akuyo sanuxoka maan bhabha , ngathi kubhetere ngoku athi umntu ndipasile gqbe abeke ne exam number yakhe safa kuthi congra ebantwin abatshonileyo enkosi sisi ufihle nenzeft
Posted on: Tue, 06 Jan 2015 09:40:34 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015