hlw sisi ndngu samkelo apha emotherwell ndva kabuhlungu intliziyo - TopicsExpress



          

hlw sisi ndngu samkelo apha emotherwell ndva kabuhlungu intliziyo yam iyaqaqamba i met dis gal last yr november, ndamthanda kakhulu wandsokolisa nba kwaphela 3months oko ndcela uthando kuye engavumi, ude wath masiyizame ke lento , ndambuza akanamntu wathi hay kwaye akasenalo uthando,,ndabuza njan wath waphoxeka kakhulu ngumnt beqala uthandana naye wande wanenzondo emadonen akazibon ephinde ethandana . siyafownelana qho ebusuku akadyoli nam andnamntu ndilinde yena ade aberyt . uyeza apha kum sometimez singenz nto cz andifuni alale nam agqibe azisole uyaphela ngok unyaka andkalali naye .kudala ndmbonisa ba ndyamthanda kodwa akade axole nam ndyabona uyandthanda qha unoloyiko ndva kabuhlungu umhle gqith lamnt kwaye uzphethe kakuhle qha wabetheka . ndkhe ndbe nomsindo ndrhalela ukhe ndbethe lendoda eyamvisa kabuhlungu kuba senje nje yindoda . hay maan bhudas xa ungamthandi umntana bant sudlala ngaye kuba thina sifuna umonwabisa yena selimele .wena utyumze intliziyo yakhe . bendcela nindcebisen guyz ndenze njan lide eli2ba ndilindile , andaz mandithin ngok sometimes uvele alile xa ehlel nam ndbuze ynto ath andimthandi ndfuna udlala ngaye . ndithin?
Posted on: Mon, 29 Sep 2014 05:31:19 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015