insert 128 ndiye ndavuka ekuseni phofu ndivuswa kukukhala kwe - TopicsExpress



          

insert 128 ndiye ndavuka ekuseni phofu ndivuswa kukukhala kwe fown ntloko yam ibi buhlungu i pick it up. me: hey. anga: awuse mathe nje. me: ntloko yan yasinda baby. anga: unentloko enkulu kaloku uyazazi nje. me: fan nalena yakho. anga: yaxoka mna ndimhle and yonke into ya perfect nawe uyayazj lonto ndimhle ngathi ndiyintombi. me: andika kuncomi ke mna. anga: ndlela le unomona ngayo kaloku bungasoze uyenze lonto and mntanam i wish afane nam not nawe uzom mosha wena. me: inoba uphuphe ngam yazi wena. anga: ayonto imbi mos leyo yokuphupha ngomntu omthandayo worse okuthwalele umntu kwesa siswana sakhe. me: yho ndizolale fire place ngulo mntana kanene. anga: igxaki wena awuyazi uba kunjani ukufumana into ekudala uyirhalela. me: now ndiyabona kaloku kwizenzo zakho. anga: eshe mama phaya. me: mxm, baby ungaphinde undihambise no Anda mna. anga: (ehleka) utheni lowo? me: why uzoqala uyihleke caba sekuxelele? anga: no. me: uthe ndimbi, ndine sisu esikhulu ingathi ndilixoxo andinayo ne figure. anga: inoba ulile yho (ebephelile yintsini) me: ayikho funny lento. anga: uyatefa wena yhu use waba worse this days ndise andayazi sana ndakubona lamini Boxer nayizolo. me: mxm khandiyeke wena yandilibazisa futhi. anga: uyaphina ntokazi esikolweni awuzi? me: no ndiye clinic. anga: i wish ubulapha bendizokukhapha ubuyanini fondini? me: andikazazi sana nozala usaxabile. anga: i cant wait nide ubuye ndiyanikhumbula. me: uyasikhumbula? anga: wena nalo tummy yakho. me: ok bye ngoku ndilambile. anga: bye xoxo lam kendiyo facer Anda maybe later xasibuye sipani sizoza apho. me: ok. we hung up. ndiye ndaphakama ndabeka amanzi ndahlamba ndaqaba iminyama yam brake fluid sisu ndasiqabi bio-oil ndanxiba lokhwe ne sandals zam nxdaxwaya ababhaka be fashion bekukho card ndaye kitchen ndafaka lays zam ndafaka biscuits ndagalela coca-cola kwi school bottle gqiba ndavala ndayakwi room kamama ndanqonqo bekungo 10 esalele ndiye. me: mholo mama. her: ewe ntombi yam yintoni wamhle kwakusasa? me: ndiye clinic mama bendizocela mali yothenga there. her: sapha bag yan phaya. ndeza nayo wakhupha R20 wandinika. me: enkosi ndise mnkile. her: ok. me: i love you mom. her: (smile) i love you too bendiqala kutsho oko ndagqibela ndise ngumntwana bendifuna nje umva uba uzothini ndiye ndahamba ndehla ke bingekude clinic ndiye ndahamba lo long distance ke bekungakhwelwa ndade ndayofika bekugcwele ndafola lo line Anga ebemane efowna abuze ndise right manditye yho yhehake akasakhathali nje. iye yafika game yam bendidikwe ndisozela kamnandi yhu andaxozeka xa kuthwa mandikhulule kengoku ngulo mama what if penty yam ibimdaka bendinentloni kaloku oko kwela cala bekukhwazwa uba abantu mabahlambe amakhwapha ayabanukisela. ndiye ndakhulula ke wenza izinto zakhe at last wagqiba ndaphuma ndalinda omnye wase ngigqini ongu Nandi ebezocwagcisa ude waphuma sathi chu bekungo 2. nandi: khawuthethe ke ntombi umithiswe ngubani? me: yenye indoda wethu soze uyazi. andiyazi abebuza ezo mna worse akazomazi yhani. nandi: ngowale ndawo uhlala kuyo? me: ewe. nandi: yhu ndiyakuvela sisi izobangathi uyabizwa. me: izodlula wethu nakuwe yadlula mos. nandi: ngalo december uzova ngobaliselwa. me: worse andinxanwe. siye safika ngase shop kwaphuma oThando oyhini bawo uzondilibazisa lona. thando: hayi akhona yintoni sisi wabuya sewuqhuba kiriva strongo. me: hayi wethu khandiyeke. thando: ngubani lo ukwenze nzima ngoku. bendingase dikwe kubuzwa into enye oko ibingase ndixhome iphepha so that wonke umntu abone angabe endibuza. me: khamyeke wethu. thando: yila ntwana yakho lena yho. me: uyadik kanene. kuye kwathi gqi imoto ka Anga ibingasabaleki bawo wafika ngase shop wandibona wamisa ndabheka ndancuma wathetha engeko hliki. anga: zinjani Angel zam. thando: (esebeza) so nguye lona. me; khawuyeke indaba mamgobhozi. uye weza wafika wandipha hug wandiphuza for a long time. thando: babetha isidolophu.
Posted on: Thu, 25 Sep 2014 15:27:30 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015