insert 146 umama bese ndimkhumbula ngoku xethi umdlezana - TopicsExpress



          

insert 146 umama bese ndimkhumbula ngoku xethi umdlezana akalali kude kubese mini ndilale apho ke mna hayi kodwa uyathandwa. ndiye ndazama ulala ke kodwa hayi buthongo dwe sana and mvula itsho kamnandi apha phandle kaseyiqalisile ke eyase Cofimvaba iyatsho. esidaleni ndiye ndeva ngento sele indibamba esinqeni ndaqonda andibheki kwamna. its fumny how feelings zivele zikhule zibaleka yhe wena ndise ndibe week noba bendizixelele ngomphoxa uthi woncuma kusuke kuphele yonke lonto. khange ndibheke tu ndamva ekhwaza. anga: Akhona me: Anga. anga: ndicela undijonge. me: ndikujonga ntoni kodwa. ndiye ndajika ndajonga kuye. anga: i miss you. me: go to hell nalo i miss you wakho. anga: yho hayi ke wena usuke ubenje yintoni le ingaka. me: yazi ndiyacinga? anga: here we go again ucinga ezanto ndandizithetha. me: no ndiyazibuza nje why Azisa evele wajika izolo phofu ebeze ezobona umntwana. anga: hayi andimazi ke. me: yaxoka. anga: ok ngokuya nanilwile ndaya phaya kuye ndamxelela that ndicela adlalele kude le ne family yam if akafuni kundazi. me: wawunyanzelwa yintoni? anga: kuba ndikuthanda ndingafuni ukuni looser. me: mmmm. anga: sukuthi mmm. me: ndithini. anga: yitsho something better. me: mxm you are crazy. uye wandibamba saphuzana yhu ndamgqibela nini andithethi nge lips zakhe ezi soft siye saphuzana xesha elide sayeka. anga: ndicela uxolo. me: andifuni noliva eloxolo lakho. anga: ndiyakuthanda Akhona. me: elogama ulisebenzisa xa fuma ngena kwi penty zabantu hayi alisena meaning mtshana. anga: ndithini ke mamakhe. me: andikwazi. anga: senditshilo ke lawuse lihlale ngale ndlela ufuna lihlale ngayo ndiyakuthanda qha. me: sewugqibile ngoku ngo Zodw lonto uyaziyshintsha tshintsha. anga: nditshintshile ngoku funeka ndibe ngumzekelo omhle ku Inam. me: awukatshintshi tu usatsho ngomlomo i wish nyana wam angafani nawe uyinja qha ushota ngomsila wena. uye wahleka kwatsho knock it was anda ezofuna huggies (napken) ibilelo kugqibela worse andiphethanga card andisamonqeni nalo Anga azobe etsala izinto. me: ngathi ngewuke unxibe unyana wakho kana ma- napken. anga: yhu uyasokolisa tshini thatha natsi umbrella uye ngenyawo. me: andifuni ke. anga: masilale ke uzazibona. me: inoba sick wena awukho shushu phofu. ndatsho ndimbeka sadla ebunzi ndisivi temperature. anga: ayiso sigezo nje. uye wanxiba sahamba soyi two nge moto wafika wamisa boxer sehla bekungase gcwele Cofimvaba kodwa kuyanetha phofu siye sangena sathenga huggies saphuma sahamba safjka ke satya salala into ebendiyisebenza phaya yileyo ndimane ndiziselwa mntana ndimncancise kwade kwaba later wabuya ke salala tatakhe oko ebedlala naye ede wambeka phezukwakhe ayisengo matshamba nje.
Posted on: Mon, 29 Sep 2014 06:30:25 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015