insert 48 Hwe kissed for coupla of minutes hayi isigulana - TopicsExpress



          

insert 48 Hwe kissed for coupla of minutes hayi isigulana sasikwazi nono usebenzisa izandla kule gam ndlela le ndandimbambe ngayo ndim brusher brusher ne ntloko le..kwakushushu yonke indawo wabe umntu efuthela phezulu.he broke the kiss wandijonga wancuma.uthe easndijonge njalo ndaphinda ndamsondeza ndamtsho wa dizzy,i broke the kiss this time ndlela le ndandimfuna ngayo phofu ndiyazi andizumfumana.. Me:hayi bby masiyeke ngoku jini Him: unamaqhinga kodwa bby.kuteni wafuna siyeke xa kufuna wena yho ke qumbile mna Me: hahaha hayi Bby jini isgulane asincanyiswa kanje Him: awukhange uqale kwa ugula wena jini.yazi bendisithi awukwazi nyani upakamisa ingalo heee kanti ungu guluva Emihle.yhini ndide ndingxolise mntu wabantu kangakaya kanti uyakwazi upakamisa ingalo ndibona ngawe sowundi brusher brusher ngoku..hayi une tyming bby ndikuncamile vha Me: ohk bb vha ikwandim uguluva yho(ndiqumba) Him: ncoooh akasemse u bby xa equmbile worse ngoku anenyeke ethe fuku kudumba(ehleke) Me: hehehehe yho usile Sizwe vah yho ingade ithi fuku yhin bawo Him: i love you (endijonge apa ko eyes engaqhwanyazi kw yena) Me: i lov you too bby(nam ndijonge apha ko eyes) sajongana he slowly came closer nam ndabe ndimhlangabeza phofu ahhh sadibana no bby haike sashaya esidume ngazo.this time hayi baba senza lanto kuthwa kukuncamisana nyani..ndabe ndifuthela phezulu wabe u bby euthela phezulu oku kwake i lips zibanda kamnadi.. Him: bby masiyeke ngoku sizode senze into ezi wong Me: masiyeke nyani bb sahlal ke sancokola sithe sisancokola njalo ndakumbula ukuba i ddnt tell ma fam ukuba ndisiwa e mthatha ngoku.. Me:bby ndicela undiboleke i fown yako ndifuna xela ekhaya uku- Him: relax bby hawu kudala ndixelile kowenu ukuba namhlanje uzolala e Mthatha.ndixelele your brother and your mom.u tata wako keyena didnt give me his number Me: yhuuu niyaphapha marn xa ninonke seni exchange numbers ngoku... Him: uyagula wena bebezothini ungashiyi numbers abantu bakowenu kum.ndim mos umntu obeshiyeke nawe pha Me: suthi ndiyagula(hit him playfully) heee kona uthe ungubani waphi pha kubo Him: your mom didnt ask..la tata wako did ask but u bhuti wako wamnika eyona mpendulo iyinyani ke..he kakade u gay u bhutiza? Me: hayi nam andazi jini Sithe sisancokola njalo yamisa i Ambulance.. Me: haibo sekufikiwe na Him: hayi andiqondi kodwa u driver weza emva wafika wavula ucango sesilapa ke bantu benkosi he said nyani ke saphuma sizwe wayondifaka kwi ward yam..he called my brother to let him know ukuba am here.nyani ke sakhe sahlala phansi sapumla.. Me: kutheni ungabe ugoduka nje bby ukhe uyohlamba ulale inoba udiniwe shame ndakuvela Him: uzoba ryt wena kqala Me: yes bby angithi no wonga uyeza him: ohk ke lemme go..ill be back later ke vha..ndikupathele ntoni Me: anything hun..but isikakhulu undipatele wena Him: uligeza kanene ndilibele(ehleka) zange ndasibona esirhala kangaka isigulane Me:uchaneke ke bhuti andirhaleli kwanto mna..nguwe qa eberhala Him: ndilibele kanene u bby akayithandi inyani..bby lemme go ill see you later he stood up and kissed my forehead..then wehla kancane he planted a soft kiss on my lips wayoyiqabelisa entanyeni wabuyela back in ma lips..ndithe xa ndizombamba wabaleka Me: bby uyazbo ke uyazbo udlala kakubi nam Him: I love you too maroza ka Sizwe (watsho ephuma) ja nhe u sizwe knows how to make me happy..ndandisendicinga ezam naye ngoku ezam no Abongile silibaleka kancane..ndithe ndisacinga ndinjalo nobuthongo busiza kamnandi langena igeza lasekhaya... Him: hayi hayi ungakhe ulinge yintoni ngoku wasuke wathi natya ngathi ulusana olu lutyatyazayo..kawuvuke vuka Me: hay wonga ndifuna ulala mna yhini ndidiniwe Him: ndiyagoduka ke mnake andizube ndihleli nawe ulele sisi Me: yho haikodwa u aint fair bhuti jini bawo.. Him: ubhetele wena uyamazi nalo fair mna andazi kwalonto..vuka kaloku mntase yhini ndikukhumbule kangaka.. Me: Ncoooh ke ndivukile mntakwethu Him: woza ubhuti a hug (watsho evula ingalo) Me: yhooo awazivula mntuwabantu ngathi uyinkonjane ibhabha emafini(ndavula awam amapiko nam) Him: hayi hayi mntax uwagqibele nini amanzi Me: mxm awuboni na wena ndigcwele ama bandage.ndizohlamba njani ndinje Him: yewethu ama bandage ayatshinswa yhini bawo unuka kakangaka ngathi uila mpuku yayifele pansi kwe bed kamama.phakama uyohlamba ndikuphathele into zohlamba noba uhlambe ubuso ke namakwapha. Me: Andikwazi kuhamba mna Him:hehehe yho hayike sisi hlala unuka uzohlala wedwa ke andihlali nabantu abanukayo mna Me: ohk ndiyaya ke izondincedisa ndiphakame nyani ke satotobisana no mntakx ndafika e sinkini ndagalela amanzi ndabetha igcuwa neziphaluka ngqiba kwethu sabuyela kwi ward yam ndafika ndatambisa.. Him: utyiwe yintoni ke mxm wena nje wonga said ekhupha iskhaftina ndancuma ndodwa wandinika ndatya me: yhu akusemnandi okukutya mntase..hee ipi na i fown yam i miss it wayikhupa wandinika..i had plenty of messages.ndide ndisa cofa ndi delete kwako le ithisorry for your lose even dou bendiyazi he wont make it lots of love lihle
Posted on: Sat, 19 Jul 2014 05:40:34 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015