kukho abantakw2 nonomdade aba pasa uten 2010, 2011, nd 2012 - TopicsExpress



          

kukho abantakw2 nonomdade aba pasa uten 2010, 2011, nd 2012 abakatholi span nangoku, kunye nama graduate alo minyaka life life life maan kunzima then next month ayabhala awolo unyaka nawo next yr aza joina kulo nyambalala, wow, ungathini wena mngane if ungangu mongameli ngomso, ungaphungula abantu abasuka kwe African countrie bagcwalise apha e Mzantsi bathatha noba yiR50 pday then ushiye abalapha ? Unemployement rate is so high emzantsi! Gud9yte
Posted on: Sun, 15 Sep 2013 20:42:59 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015