lol... ndikhwele etaxin todai nomnye umakhulu. lo makhulu akhuphe - TopicsExpress



          

lol... ndikhwele etaxin todai nomnye umakhulu. lo makhulu akhuphe iipeanuts aphe udriver, abulelele udriver.... emva kwethutyana akhuphe ezinye lo makhulu anike udriver kwakhona. abulele udriver then abuze kweli xhewkazi..."gogo, uzithengelani iipeanuts ezingaka kodwa awnamazinyo? uyazbona ngok uzpha mna zonke?"aphendule ugogo, "khange ndizthenge mzukulwana, bendithenge ilunch bar kuba bendfuna ukonwaya iintsini, ndayimunca kwashiyeka ezo peanuts uztyileo...."Hahahaha another classic ek se
Posted on: Wed, 19 Jun 2013 19:12:48 +0000

Trending Topics



iv>

Recently Viewed Topics




© 2015