ndibhale i-INSERT ndalala izolo xolweni so mandivuse nje ngale - TopicsExpress



          

ndibhale i-INSERT ndalala izolo xolweni so mandivuse nje ngale noba incinci..... #INSERT 63 Ndandimele ebumnyamen ngelixesha ndibona lomntana nda-touch(a) enyi autie endandime ecaleni kwayo.... Nicoheheh hee ekse ngwenya uyambona lamntana unxibe i-top ebomvu kwabantwana bame pha? Mjitaja buda utheni? Nicoekse abantwana aba tau lamntana wayesindiswe amasimba not kudala kulonyaka ndibawela umzeka sani eqosha endixelela ngecawa yakhe qha jonga ngoku uyambona uyasela Mjitamxm haysuka nico waba weak nawe fondin kuyacaca azange asindiswe kwakuqala mos lomntu qha bubuweak apha kuwe azange ukwaz umqhatha Nicomxm udizzy wena kuthin ungakwaz umqatha lamntu wawunothin wena icherr isoloko imisa nge kerk naango baluleka ko sindiswa? Mjitasutshintsheka fondin siyancokola ngoku Nicoundenza weak mos mfethu Mjitaasoze ntwana marn so uthin kengoku uzomyeka namhlanje? Nicoha.a sani ngekhe kuzofuneka ndincokole naye nakanjani Mjitagood autie Nicoja mate I saw enylayta ehlala ngase ndlini incokola nabantwana ndayikhwaza ndayibiza ba mayize apha kum...ayasokolisa iautie yeza ikhawulezile... Autiesho ta nico bra Nicohee boy zithin ngawe nabantwana uncwase utya omnye pha or zichomie? Autietjo ha.a ta ndifunda nabo edimbaza abantwana sazana esikolweni qha akhonto ingaphaya Nicooh ok ke uyamaz lamntana unxibe itop ebomvu igama lakhe AutieuAviwe Nicogood mjita nguye kanye jonga ne uzumxelele ba ndilapha ndzozishaya ngoncokola naye before avaye uyabo Autieok grootman ndzomfakela Nicosho boy Yahamba lentwana yabuyela kwabantwana... After 20minutes ndisame phandle ndincokola nala-autie yabuya lentwana.... Autieta nico bra lomntana uAviwe uthi ufuna ukubona ngoku ndithin ndize naye? Nicoiza naye ntwana Autiesho bra yabuyela ngaphakathi lentwana.... After 5min. Yabuya naye ndasuka kulendawo inalamajita ndamela ecaleni naye.... NIcohee mholo Aviwe(smiling) hello athi Nicounjani? Aviwendi-right love wena? Nicosharp nam hee zithin ngawe ngoku ndandikugqibele us... Aviwe(laughing) ha.a suthetha ngezonto please not ngoku uzo spoila ubusuku bam I dont need that Nicook ke ku-sharp ufike nin ke apha khatsho? Aviwetju bekunin na ndilibele mna wethu kodwa ngoku late marn ndabe ndiyibona lewei ba inofuthu ova yona inazo nendawo ezihexayo... Nicommh ok ke ngoku nizohamba nin apha? AviweIm not sure ndikuxelele but sizolala kweny friend yethu kwalapha Nicotchn ndim I friend yakho nje apha Aviweuzoba nayo indawo yolalilisa mna ne friend yam wena? Nicono ndizoba nendawo yolalisa wena wedwa mna Aviwehahah tjo andaz ke andisagodoli marn khakhulule ndinxibe torho Nicondingakunika lewei ndiyinxibileyo but ba uzondikhapha kwangoku ndiyothath into yonxiba endlin then ayongxaki leyo Aviwemmmh ok ke ima ndiyoxelela friend yam ba ndiyabuya Nicosharp ke.... Waguquka wayotsho ngaphakathi ndamlinda after few minutes waphinda wabuya... Aviwesapha ndinxibe ke sihambe Ndamkhululela le top ndiyinxibileyo ndamnika wanxiba... Nicomasambe ke Sathi chuu! Ndakwazwa yila kaka ye autie bendincokola nayo.... Autie(ikhwaza) ndikwazunjalo ke athiz Nico(laughing) ayothuswa azobola so phuma apho ngqwayi Autiendimnkile Nico sho sho Sabe sithe chuu! Nalomnta ukuya ngase khaya ndabe ndimbona ba uyandozelela qha uzulisile nje udlaluzifisa... Akazo ngavaleleki kwi still cage lona shame yena.... To be continued.... #UWMD
Posted on: Tue, 30 Sep 2014 05:35:15 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015