ok ndiyazibona ingxaki zenu ziyafana ngotata babantwana abafuna - TopicsExpress



          

ok ndiyazibona ingxaki zenu ziyafana ngotata babantwana abafuna ukubuya kodwa umntu wayekwenzele izimanga ithini lento ithi "buyelana naye for isake yomntana" utheni umntana akakhuli ngaphandle kotata? yintoni lento umntu uba ufumana iclutch amise ngoba ungumama womntana? yintoni lento inomama womntana? zeziphi ingxaki odibana nazo xa wohlukene notata womntana? umntana uye agule, kuba wohlukene notatakhe? awukwazi kuqhubeka nobomi xa uye wanomntana? ithin nalento yoba nyamezela ,buyelana naye for isake yomntana #confused
Posted on: Sat, 05 Oct 2013 14:11:27 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015